LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

The Very Best Of Vol 2 1956 -1959

•

2008

Ndidliwe Zintaba Miriam Makeba's Hits

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Ndalishiya ikhaya
Ndashiya nabazali
Ndalishiya ikhaya
Ndashiya nabazali

Ngoku ndinyuka ndisihl'eGoli
Ngoku ndiyinto engenakhaya
Ngoku ndinyuka ndisihl'eGoli
Ngoku ndiyinto engenakhaya

Ndandithi ndizosebenza
Sendidliwe ziintaba
Ndandithi ndizosebenza
Sendidliwe ziintaba

Ndalishiya ikhaya
Ndashiya nabazali
Ndalishiya ikhaya
Ndashiya nabazali

Ngoku ndinyuka ndisihl'eGoli
Ngoku ndiyinto engenakhaya
Ngoku ndinyuka ndisihl'eGoli
Ngoku ndiyinto engenakhaya

Ndandithi ndizosebenza
Sendidliwe ziintaba
Ndandithi ndizosebenza
Sendidliwe ziintaba

WRITERS

KENTE GIBSON

PUBLISHERS

Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC, Warner Chappell Music, Inc.

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

The Very Best Of Vol 2 1956 -1959

2008

From This Artist