LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Dubula

•

2014

Uyadela Golden Collection

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Uyadel'uyadela bo
Uyadela ngob'uthand'ukwenzelwa mama
Uyadel'uyadela bo
Uyadela ngob'uthand'ukwenzelwa mama

Wena ntomb'uyadela mama
Uyadel'ungumathand'ukwenzelwa mama
Wena ntomb'uyadela mama
Ngoba wen'ungumathand'ukwenzelwa mama

Batsho bath'imbiba yaswel'umsila bo
Ngoba yayithand'ukuyalezela
Batsho bath'imbiba yaswel'umsila
Ngoba yayithand'ukuyalezela

Uyadel'uyadela mama
Uyadela ngob'uthand'ukwenzelwa mama
Uyadel'uyadela mama
Uyadela ngob'uthand'ukwenzelwa mama

Wena ntomb'uyadela bo
Ngoba wen'ungumathand'ukwenzelwa mama
Wena ntomb'uyadela mama
Ngoba wen'ungumathand'ukwenzelwa mama

Batsho bath'imbiba yaswel'umsila bo
Ngoba yayithand'ukuyalezela
Batsho bath'imbiba yaswel'umsila bo
Ngoba yayithand'ukuyalezela

Uyadel'uyadela
Uyadela ngob'uthand'ukwenzelwa mama
Uyadel'uyadela
Uyadela ngob'uthand'ukwenzelwa mama

Wena ntomb'uyadela
Ngoba wen'ungumathand'ukwenzelwa mama
Wena ntomb'uyadela bo
Ngoba wen'ungumathand'ukwenzelwa mama

Batsho bath'imbiba yaswel'umsila
Ngoba yayithand'ukuyalezela

WRITERS

Abigail Kubeka

PUBLISHERS

Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC, Warner Chappell Music, Inc.

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

Dubula

2014

01

Forbidden Games

Miriam Makeba

02

Inkomo Zodwa

Miriam Makeba

03

Where Does It Lead?

Miriam Makeba

04

The Naughty Little Flea

Miriam Makeba

05

Live Humble

Miriam Makeba, The Skylarks

06

Ndidliwe Zintabe

Miriam Makeba

07

Night Must Fall

Miriam Makeba

08

Dubula

Miriam Makeba

09

Umqokozo

Miriam Makeba

10

Olilili

Miriam Makeba

11

Owakho

Miriam Makeba, The Skylarks

12

Rockin' in Rhythm

Miriam Makeba

13

Darlie Kee Leung

Miriam Makeba, The Skylarks

14

Sophiatown Is Gone

Miriam Makeba

15

Amampondo

Miriam Makeba

16

Iya Guduza

Miriam Makeba

17

Kwedini

Miriam Makeba

18

Makoti

Miriam Makeba, The Skylarks

19

Table Mountain

Miriam Makeba

20

Uyadela

Miriam Makeba, The Skylarks

From This Artist