LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Pata Pata

•

1967

Saduva Welela

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Andisafuni ukuhamba
Ukuhamba neetshomi zam
Andisafuni ukuzula
Ndihla ndinyuka neetshomi zam

Ebumandini endandikubo
Iitshomi zam zazidla nam
Ezintlungwini mna endandikuzo
Iitshomi zam zazingekho

Thula ndivile, ndivile mama
Ilizwi lakho lalilikhulu
Ndandingamameli abazali bam
Ndandingamameli ukunqandwa

Kuzo zonk'ezont'ezimbi
Nakuzo zonk'int'endandizenza

Iyo thula mama sendivile ma
Thula mama sukulila mama
Ootshomi bami bandishiyile
Bandishiye kulenyakanyaka

Thula, thula wena mama ndivile

Andisafuni ukuhamba
Ukuhamba neetshomi zam
Andisafuni mna ukuzula
Ndihla ndinyuka neetshomi zam

Ebumandini endandikubo
Iitshomi zam zazidla nam
Ezintlungwini endandikuzo
Iitshomi zam zazingekho

Iyo thula mama sendivile mna
Thula mama sukulila mama
Ootshomi bam bandishiyile mna
Bandishiye kulenyakanyaka
Ootshomi bami bandishiyile mna
Thula weh mama sukulila mama
Ootshomi bami bandishiyile mna
Bandishiye kulenyakanyaka

Iyo thula wena mama ndivile

Thula ndivile, ndivile mama
Ilizwi lakho lalilikhulu
Ndandingamameli abazali bam
Ndandingakhathaleli ukunqandwa
Kuzo zonk'ezont'ezimbi
Nakuzo zonk'int'endandizenza

Iyo thula mama sendivile ma
Thula mama sukulila mama
Ootshomi bam bandishiyile mna
Bandishiye kulenyakanyaka

Thula mama sendivile ma
Thula mama sukulila mama
Ootshomi bami bandishiyile mna
Bandishiye kulenyakanyaka

Iyo thula wena mama ndivile

Iyo hayo hayayaya hmm
Iyo hayo hayo
Hayo hayi yho hayo ha

WRITERS

Mackay Davashe

PUBLISHERS

Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

Pata Pata

1967

01

Pata Pata

Miriam Makeba

02

Hapo Zamani

Miriam Makeba

03

What Is Love

Miriam Makeba

04

Maria Fulo

Miriam Makeba

05

Yetentu Tizaleny

Miriam Makeba

06

Click Song Number 1

Miriam Makeba

07

Ring Bell, Ring Bell

Miriam Makeba

08

Jol' Inkomo

Miriam Makeba

09

West Wind

Miriam Makeba

10

Saduva

Miriam Makeba

11

A Piece of Ground

Miriam Makeba

12

Malayisha

Miriam Makeba

From This Artist