LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

The World Of Miriam Makeba

•

1963

Into Yam Live in Tokyo

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Into yam ndiyayithanda nom'isilinxila
Ndincanywa yiy'iyandisebenzela
Into yam ngeyami nom'isilinxila (Hayi ke noma)
Ndincanywa yiy'iyandisebenzela (Hayi ke noma)

Ndesuk'eGoli (Hayi ke noma)
Ndinesimilo (Hayi ke noma)
Ndafik'eKapa (Hayi ke noma)
Ndamoshakala (Hayi ke noma)

Into yam ndiyayithanda (Hayi ke noma)
Nom'isilinxila (Hayi ke noma)
Ndincanywa yiyo (Hayi ke noma)
Iyandisebenzela (Hayi ke noma)

Into yam ngeyam (Hayi ke noma)
Nom'isilinxila ho ho (Hayi ke noma)
Ndincanywa yiyo (Hayi ke noma)
Iyandisebenzela (Hayi ke noma)

Into yami (Haya)
Into yami (Haya)
Mama ngeyami (Haya)
Into yami (Haya)

Into yami (Haya)
Into yami (Haya)
Mama ngeyami (Haya)
Into yami (Haya)

Ndesuk'eGoli mama (Hayi ke noma)
Ndinesimilo (Hayi ke noma)
Ndafik'eKapa (Hayi ke noma)
Ndamoshakala (Hayi ke noma)

Into yam ndiyayithanda (Hayi ke noma)
Nom'isilinxila (Hayi ke noma)
Ndincanywa yiyo (Hayi ke noma)
Iyandisebenzela (Hayi ke noma)

Into yam ngeyam (Haya)
Nom'isilinxila ho (Haya)
Ndincanywa yiyo (Haya)
Iyandisebenzela (Haya)

Oh thula mama (Haya)
Oh thula mama (Haya)
Thula mama (Haya)
Kutheni sithandwa (Haya)

Thula mama (Haya)
Oh thula mama? (Haya)
Thula mama (Haya)
Kutheni sithandwa (Haya)

Thula weh mama (Haya)
Iyo thula weh mama (Haya)
Iyo thula mama (Haya)
Iyandisebenzela (Haya)

Into yami (Haya)
Into yami (Haya)
Mama ngeyami (Haya)
Into yami (Haya)

Uyala ngento yami
Uyala mama ngento yami
Uyala ngento yami
Uyala mama ngento yami

WRITERS

MIRIAM MAKEBA

PUBLISHERS

Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC, Warner Chappell Music, Inc.

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

The World Of Miriam Makeba

1963

01

The Retreat Song (Jikele Maweni)

Miriam Makeba

02

Suliram

Miriam Makeba

03

The Click Song

Miriam Makeba

04

Umhome

Miriam Makeba

05

Olilili

Miriam Makeba

06

Lakutshn, Ilanga

Miriam Makeba

07

Mbube

Miriam Makeba

08

The Naughty Little Flea

Miriam Makeba

09

Where Does It Lead

Miriam Makeba

10

Nomeva

Miriam Makeba

11

House of the Rising Sun

Miriam Makeba

12

Saduva

Miriam Makeba

13

One More Dance

Miriam Makeba

14

Iya Guduza

Miriam Makeba

15

Dubula

Miriam Makeba

16

Forbidden Games

Miriam Makeba

17

Pole Mze

Miriam Makeba

18

Little Boy

Miriam Makeba

19

Kwedini

Miriam Makeba

20

Vamos Chamar Ovento

Miriam Makeba

21

Umhome

Miriam Makeba

22

Amampondo

Miriam Makeba

23

Wonders and things

Miriam Makeba

24

Tonados De Media Noche (Song At Midnight)

Miriam Makeba

25

Into Yam

Miriam Makeba

26

Where Can I Go?

Miriam Makeba

From This Artist