LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Ixilongo

•

2006

Ulihlathi Lethu

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Ulihlathi (Ulihlathi lethu Thixo)
Ungamandla (Ungamandla ethu yena)
Ekuxakekeni (Ekuxakekeni konke)
Ungumncedi (Uluncedo ngenyaniso)

Asoyiki (Asoyiki thina ngoko)
Nobumhlaba (Nob’umhlab’uguqulweyo)
Nobintaba (Nob’iintaba ziphoswayo)
Endzulwini (Endzulwini yal’ulwandle)

Makagqume (Mawagqume amanzi akhe )
Alephuze (Alephuze amagwebu)
Mazizama zame (Mazizama zame intaba)
Nako ukonyuka (Nako ukonyuka kwakho)

Kukh'umlambo (Kukh'umlambo omisiwe)
Iwuvuyisayo (Iwuvuyisayo lomzi)
Unobuhle (Unobuhle bobungcwele)
Uyintlalo (uyintlalo yaphezulu)


Zath’iintlanga (Zath'intlanga zaphaphama)
Athi amaza (Athi’amaz’azamazama)
Lavakala (Lavakala izwi lakhe)
Zaza aza(Zaza azabikho zona)

UYehova (UYehova wemikhosi)
UnguThixo (UnguThixo wethu Yena)
Uyinqaba (Uyinqaba unamandla)
Sophephela(Sophephela kuye thina)

UYehova (UYehova wemikhosi)
UnguThixo (UnguThixo wethu Yena)
Uyinqaba (Uyinqaba unamandla)
Sophephela(Sophephela kuye thina)

WRITERS

LUSANDA PERSEVERANCE MCINGA

PUBLISHERS

Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

Ixilongo

2006

01

Ixilongo

Lusanda Spiritual Group

02

Bawo Ndingumntwana Wakho

Lusanda Spiritual Group

03

Esiphambanweni

Lusanda Spiritual Group

04

Ulihlathi Lethu

Lusanda Spiritual Group

05

Thank You Lord

Lusanda Spiritual Group

06

Bulelani Ku Yehova

Lusanda Spiritual Group

07

Vukani Maxilongo

Lusanda Spiritual Group

08

Ilanga Lethu

Lusanda Spiritual Group

09

Egameni Lika Jesu

Lusanda Spiritual Group

10

Umhla We Sabata

Lusanda Spiritual Group

11

Ndizohamba Ngomoya

Lusanda Spiritual Group

12

Banoyolo

Lusanda Spiritual Group

From This Artist