LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Umoya Wenkosi

•

2005

Samson and Delila

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Samson mnyeni wami
Ungathini ukundikhohlisa
Izihlandlu ezithathu
Aphina amandl’akho

Samson mnyeni wami
Ungathini ukundikhohlisa
Izihlandlu ezithathu
Aphina amandl’akho

Ungathini ukuthi uyandithanda
Awutsho ukuba aphina amandl’akho
Samson sthandwa sami
Aphina amandl’akho

Ungathini ukuthi uyandithanda
Awutsho ukuba aphina amandl’akho
Samson sthandwa sami
Aphina amandl’akho

Yhini Samsoni mnyeni wami
Ungathini ukuthi uyandithanda
Kanti wena uyandikhohhlisa
Aphina amandl’akho

Yhini Samsoni mnyeni wami
Ungathini ukuthi uyandithanda
Kanti wena uyandikhohlisa
Aphina amandl’akho

Delilah mfazi wami (Delilah mfazi wam)
Delilah mfazi wam (Ndizokuxelela)
Amandla (Amandla wam amandla wam)
Amandla (Asezinyweleni)

Delilah mfazi wami (Delilah mfazi wam)
Delilah mfazi wam (Ndizokuxelela)
Amandla ami (Amandla wam amandla wam)
Amandla (Asezinyweleni)

Ndizokuxelela (Delilah mfazi wam)
Ndizokuxelela Delilah (Ndizokuxelela)
Amandla (Amandla wam amandla wam)
Amandla (Asezinyweleni)

Ndizokuxelela Delilah (Delilah mfazi wam)
Ndizokuxelela Delilah (Ndizokuxelela)
Amandla (Amandla wam amandla wam)
Amandla (Asezinyweleni)

Asezinyweleni (Delilah mfazi wam)
Asezinyweleni (Ndizokuxelela)
Awam Amanda (Amanda am amandla am)
Amandla (Asezinyweleni)

Asezinyweleni (Delilah mfazi wam)
Asezinyweleni (Ndizokuxelela)
Awam Amanda (Amanda am amandla am)
Amandla (Asezinyweleni)

Asezinyweleni (Delilah mfazi wam)
Asezinyweleni (Ndizokuxelela)
Awam Amanda (Amanda am amandla am)
Amandla (Asezinyweleni)

Asezinyweleni Delilah (Delilah mfazi wam)
Asezinyweleni Delilah (Ndizokuxelela)
Awam Amanda (Amanda am amandla am)
Amandla (Asezinyweleni)

Ndizokuxelela Delilah (Delilah mfazi wam)
Ndizokuxelela Delilah (Ndizokuxelela)
Amandla (Amandla wam amandla wam)
Amandla (Asezinyweleni)

Ndizokuxelela Delilah (Delilah mfazi wam)
Ndizokuxelela Delilah (Ndizokuxelela)
Hayi amandla (Amandla wam amandla wam)
Amandla (Asezinyweleni)

WRITERS

LUSANDA PERSEVERANCE MCINGA

PUBLISHERS

Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC, Warner Chappell Music, Inc.

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

Umoya Wenkosi

2005

01

Umoya Wenkosi

Lusanda Spiritual Group

02

We Praise Your Name

Lusanda Spiritual Group

03

Isabatha

Lusanda Spiritual Group

04

Uthi Nguye

Lusanda Spiritual Group

05

Ngubani

Lusanda Spiritual Group

06

Nkosi Bhek' Ibandla Lakho

Lusanda Spiritual Group

07

Samson and Delila

Lusanda Spiritual Group

08

Lolwani Usizi

Lusanda Spiritual Group

09

When I Remember

Lusanda Spiritual Group

10

Ujona Uyabaleka

Lusanda Spiritual Group

11

Jesu Wena Ingumhlobo

Lusanda Spiritual Group

12

Ayungen' Imithwalo

Lusanda Spiritual Group

From This Artist