LyricFind Logo
LyricFind Logo
Profile image icon
Lyric cover art

Mandihambe Nawe Jesu

•

2001

Mandihambe Nawe Jesu

Apple Music logo
Deezer logo
Spotify logo
Lyrics
Mandihambe nawe Yesu
Kuzo zonke indlela zam
Izwi lakho( izwi lakho)
Mandilive (lonke ixesha nkosi yam)

Ungoyiki (Ungoyiki )
Ungoyiki (Mpefumlo wami)
Yondikhaphi nkosi yam
Noyana noyana noyana ndingaphiki
Intsindiso zemvana

Mandihambe (Mandihambe nawe Yesu)
Zulandise ukholo lwam
Ndonwabile (Ndonwabile)
Ndonwabile (Imiyolo)
Xa ukhoyo nkosi yam

Ungoyiki ( ungoyiki)
Ungoyiki mpefumlo wami
Yondikhaphi nkosi yam
Noyana noyana noyana ndingaphiki
Intsindiso zemvana

Mandihambe (Mandihamb nawe Yesu)
Kuzo zonke izintshaba zam
Wena unamandla (Unamandl andinawo )
Lawula lawula nkosi yam

Ungoyiki (Ungoyiki )
Ungoyiki (Mpefumlo wami)
Yondikhaphi nkosi yam
Noyana noyana noyana ndingaphiki
Intsindiso zemvana

Mandihlale (Mandihlale )
Mandihlale nawe yesu
Kwakufika ukufa kwam
Uzundamkele (Undamkele ezulwini )
Kuwe nkosi yam

Ungoyiki (Ungoyiki )
Ungoyiki (Mpefumlo wami)
Yondikhaphi nkosi yam
Noyana noyana noyana ndingaphiki
Intsindiso zemvana

WRITERS

LUSANDA PERSEVERANCE MCINGA

PUBLISHERS

Lyrics © Sony/ATV Music Publishing LLC, Warner Chappell Music, Inc.

Share icon and text

Share


See A Problem With Something?

Lyrics

Other

More From This Album

Lyric cover art

Mandihambe Nawe Jesu

2001

01

Mandihambe Nawe Jesu

Lusanda Spiritual Group

02

Izulu Liyaduduma

Lusanda Spiritual Group

03

Igama Lenkosi

Lusanda Spiritual Group

04

Ubuhle

Lusanda Spiritual Group

05

Bawo Xa Ndilahlekayo

Lusanda Spiritual Group

06

Lizono Ziyahlanjiva

Lusanda Spiritual Group

07

Xa Umhlab' Uphithizela

Lusanda Spiritual Group

08

Sobonan' Emathuneni

Lusanda Spiritual Group

09

Kanye Nawe Nkosi Yami

Lusanda Spiritual Group

10

Ziwelene

Lusanda Spiritual Group

11

Thixo Ulilanga Lethu

Lusanda Spiritual Group

12

Asenzanga Ngawethu

Lusanda Spiritual Group

From This Artist