Ozikhalelayo (Ozikhalelayo wena)
Zize kum (Zize kum zize kum)
Mandingohlulwa (Mandingohlulwa nkosi bawo)
Ndinozono (Ndinezono entliziyweni)
Yiza kum (Yiza kum yiza kum)
Mandingahlulwa (Ndingohlulwa msindisi)
Uyabiza (Uyabiza ndiyanqwena)
Ndize nam(Ndize nam ndize nam)
Mandingahlulwa(Mandingahlulwa moyoy'ingcwele)
Mandibone(Mandibone mina mfama)
Phezu kwam (Phezu kwam phezu kwam)
Olothando (Olothando lwakho thixo)
Izibele (Izibele zakho zonke)
Apha kum (Apha kum apha kum)
Apha kum (Apha kum apha kum)
Apha kum (Apha kum apha kum)