Zath’iintlanga zaphaphama
Isahluko ses'thathu ivesi yeshumi nesibhozo
Niyakuwubona umahluko phakathi kwelungisa
Ngamazwi athethwa nguYehova uThixo
Uth’amazwi enu andithintile
Kuba nithi akuyinto yanto ukukhonza uThixo
Nith’abakhohlakeleyo uyabanceda
Umthandazo welungisa ndiwubazele indlebe
Ndilive, ndilixhase, ndilihlangule
Yiyol’onto athi ngaleyomini
Phakathi kwelungisa nongendawo
Athi unguYehova wemikhosi
Uyinqaba unamandla sophephela kuye thina